ABagwebi 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Xa uZebha noTsalmuna basabayo, kwaoko yena wabasukela waza wabathimba ookumkani ababini bakwaMidiyan, uZebha noTsalmuna;+ yaye iqela lonke waliqhubela ekubeni lingcangcazele. ABagwebi 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngaloo ndlela uMidiyan+ woyiswa phambi koonyana bakaSirayeli, kwaye abazange baziphakamise iintloko zabo kwakhona; yaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi iminyaka engamashumi amane ngemihla kaGidiyon.+ Isaya 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwaye uYehova wemikhosi ngokuqinisekileyo uya kuvonyavonya isabhokhwe+ nxamnye naye njengasekoyisweni kukaMidiyan ngakwiliwa laseOrebhi;+ nomsimelelo wakhe uya kuba selwandle,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuwuphakamisa ngendlela awenza ngayo kwiYiputa.+
12 Xa uZebha noTsalmuna basabayo, kwaoko yena wabasukela waza wabathimba ookumkani ababini bakwaMidiyan, uZebha noTsalmuna;+ yaye iqela lonke waliqhubela ekubeni lingcangcazele.
28 Ngaloo ndlela uMidiyan+ woyiswa phambi koonyana bakaSirayeli, kwaye abazange baziphakamise iintloko zabo kwakhona; yaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi iminyaka engamashumi amane ngemihla kaGidiyon.+
26 Kwaye uYehova wemikhosi ngokuqinisekileyo uya kuvonyavonya isabhokhwe+ nxamnye naye njengasekoyisweni kukaMidiyan ngakwiliwa laseOrebhi;+ nomsimelelo wakhe uya kuba selwandle,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuwuphakamisa ngendlela awenza ngayo kwiYiputa.+