Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Habhakuki 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke umthetho undindisholo, nokusesikweni akuze kubekho.+ Ngenxa yokuba olilungisa ungqongwe ngongendawo, ngoko okusesikweni kuphuma kugwenxa.+ Mateyu 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+ Mateyu 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini!+ ngenxa yokuba nityhutyha ulwandle nomhlaba owomileyo ukwenza nokuba mnye abe ngumngeni ebuYudeni, nize nakuba nimzuzile nimenze isisulu seGehena ngokuphindwe kabini kunani.
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
4 Ngoko ke umthetho undindisholo, nokusesikweni akuze kubekho.+ Ngenxa yokuba olilungisa ungqongwe ngongendawo, ngoko okusesikweni kuphuma kugwenxa.+
14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+
15 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini!+ ngenxa yokuba nityhutyha ulwandle nomhlaba owomileyo ukwenza nokuba mnye abe ngumngeni ebuYudeni, nize nakuba nimzuzile nimenze isisulu seGehena ngokuphindwe kabini kunani.