Isaya 65:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ingcuka+ nemvana ziya kudla kunye,+ nengonyama iya kudla iindiza njengenkunzi yenkomo;+ inyoka, kube luthuli ukutya kwayo.+ Aziyi kwenzakalisa+ okanye zibangele nawuphi na umonakalo entabeni yam yonke engcwele,”+ utsho uYehova.
25 “Ingcuka+ nemvana ziya kudla kunye,+ nengonyama iya kudla iindiza njengenkunzi yenkomo;+ inyoka, kube luthuli ukutya kwayo.+ Aziyi kwenzakalisa+ okanye zibangele nawuphi na umonakalo entabeni yam yonke engcwele,”+ utsho uYehova.