IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 32:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Baba baninzi ababesizisa izipho+ kuYehova eYerusalem nezinto ezintle kuHezekiya ukumkani wakwaYuda,+ yaye waphakanyiswa+ emehlweni azo zonke iintlanga emva koko.

  • Isaya 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba,+ ize ngokuqinisekileyo ivelele ngaphezu kweenduli;+ kwaye ziya kuba ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.+

  • Malaki 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba ukususela ekuphumeni kwelanga kuse ekutshoneni kwalo igama lam liya kuba likhulu phakathi kweentlanga,+ nasezindaweni zonke kuya kuqhunyiswa umbingelelo,+ kuya kwenziwa umnikelo egameni lam, ube sisipho esihlambulukileyo;+ ngenxa yokuba igama lam liya kuba likhulu phakathi kweentlanga,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share