16 Uya kubopheleleka ukuba ubafikele abantu bam amaSirayeli, njengamafu agubungele ilizwe.+ Ekupheleni kwemihla oku kuya kwenzeka, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuzisa elizweni lam,+ ngenjongo yokuba iintlanga zindazi xa ndizingcwalisa kuwe phambi kwamehlo azo, Gogi.”’+