Duteronomi 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+ Isaya 57:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndizibonile iindlela zakhe; kwaye ndaqalisa ukumphilisa+ nokumkhokela+ nokumbuyekeza ngokumthuthuzela+ yena nabo bazilileyo bakhe.”+ Yeremiya 33:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Yabona, ndisenza sichache sibuyele empilweni;+ yaye ndiza kubaphilisa ndize ndibatyhilele uxolo oluninzi nenyaniso.+ Hoseya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+
39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+
18 Ndizibonile iindlela zakhe; kwaye ndaqalisa ukumphilisa+ nokumkhokela+ nokumbuyekeza ngokumthuthuzela+ yena nabo bazilileyo bakhe.”+
6 ‘Yabona, ndisenza sichache sibuyele empilweni;+ yaye ndiza kubaphilisa ndize ndibatyhilele uxolo oluninzi nenyaniso.+
6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+