IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 67:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Umhlaba uya kunika imveliso yawo;+

      UThixo, uThixo wethu, uya kusisikelela.+

  • INdumiso 115:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 UYehova usikhumbule; uya kusisikelela,+

      Uya kuyisikelela indlu kaSirayeli,+

      Uya kuyisikelela indlu ka-Aron.+

  • Isaya 61:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nenzala yabo okunene iya kwaziwa naphakathi kweentlanga,+ nabaphuma kubo phakathi kwezizwana. Bonke abababonayo baya kubaqonda,+ ukuba bayinzala ayisikeleleyo uYehova.”+

  • Isaya 65:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngendlela efanayo neyokufunyanwa kwewayini entsha+ ezihlokweni aze uthile kufuneke athi, ‘Musa ukuyonakalisa,+ ngenxa yokuba kukho intsikelelo kuyo,’+ ndiya kwenjenjalo nam ngenxa yabakhonzi bam ukuze ndingonakalisi wonk’ ubani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share