Isaya 33:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Khangela! Wona kanye amaqhawe abo adanduluka esitratweni; bona kanye abathunywa boxolo+ baya kulila ngokukrakra. Yeremiya 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Owu mathumbu am, mathumbu am! Ndineentlungu eziqatha ezingontsini zentliziyo yam.+ Intliziyo yam iyaxokozela ngaphakathi.+ Andinako ukuthi cwaka, kuba umphefumlo wam usivile isandi sesigodlo, ukuhlatywa komkhosi wemfazwe.+ Yeremiya 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+ Yeremiya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Owu ukuba nje intloko yam ibingamanzi, nokuba amehlo am ebengumthombo weenyembezi!+ Bendingalila imini nobusuku ngenxa yababuleweyo bentombi yabantu bam.+ Mika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.
7 Khangela! Wona kanye amaqhawe abo adanduluka esitratweni; bona kanye abathunywa boxolo+ baya kulila ngokukrakra.
19 Owu mathumbu am, mathumbu am! Ndineentlungu eziqatha ezingontsini zentliziyo yam.+ Intliziyo yam iyaxokozela ngaphakathi.+ Andinako ukuthi cwaka, kuba umphefumlo wam usivile isandi sesigodlo, ukuhlatywa komkhosi wemfazwe.+
26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+
9 Owu ukuba nje intloko yam ibingamanzi, nokuba amehlo am ebengumthombo weenyembezi!+ Bendingalila imini nobusuku ngenxa yababuleweyo bentombi yabantu bam.+
8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.