-
Hezekile 17:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 “Yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Uya kuphumelela na?+ Ubani akayi kuzinyothula na iingcambu ezo zawo+ aze enze nesiqhamo eso sawo sibe namaxolo? Yaye akayi koma kusini na amahlumelo awo asandul’ ukukhiwa?+ Uya koma. Akuyi kufuneka uphakanyiswe ngengalo enkulu nangenkitha yesizwana ukuze ususwe ezingcanjini zawo.
-