Isaya 60:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngelo xesha uya kubona uze ngokuqinisekileyo ukhazimle,+ yaye okunene intliziyo yakho iya kugubha ize yande, ngenxa yokuba indyebo yolwandle iya kuzizisa kuwe; bona kanye ubuncwane beentlanga buya kuza kuwe.+ Isaya 61:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+
5 Ngelo xesha uya kubona uze ngokuqinisekileyo ukhazimle,+ yaye okunene intliziyo yakho iya kugubha ize yande, ngenxa yokuba indyebo yolwandle iya kuzizisa kuwe; bona kanye ubuncwane beentlanga buya kuza kuwe.+
6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+