Eksodus 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+ Eksodus 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Uze uwenze umsebenzi wakho imihla emithandathu;+ kodwa uze uwuyeke ngomhla wesixhenxe, ukuze iphumle inkunzi yakho yenkomo ne-esile lakho, akhe azihlaziye unyana wekhobokazana lakho nomphambukeli.+ Levitikus 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+
10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+
12 “Uze uwenze umsebenzi wakho imihla emithandathu;+ kodwa uze uwuyeke ngomhla wesixhenxe, ukuze iphumle inkunzi yakho yenkomo ne-esile lakho, akhe azihlaziye unyana wekhobokazana lakho nomphambukeli.+
3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+