Eksodus 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+ Hezekile 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndabanika neesabatha zam,+ ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo,+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova obangcwalisayo.
13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+
12 Ndabanika neesabatha zam,+ ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo,+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova obangcwalisayo.