ISityhilelo 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wazala unyana,+ inkwenkwe, oya kuzalusa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi.+ Yaye umntwana wakhe wathatyathelwa kuThixo nakwitrone yakhe.+ ISityhilelo 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.
5 Wazala unyana,+ inkwenkwe, oya kuzalusa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi.+ Yaye umntwana wakhe wathatyathelwa kuThixo nakwitrone yakhe.+
15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.