2 Kumkani 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe. Yeremiya 7:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungayi kuphinda kuthiwe yiTofete nentlambo yoonyana bakaHinom, kodwa ibe yintlambo yokubulala;+ yaye kuya kufuneka bangcwabele eTofefe kuba kungekho ndawo yaneleyo.+ Yeremiya 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.
10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.
32 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungayi kuphinda kuthiwe yiTofete nentlambo yoonyana bakaHinom, kodwa ibe yintlambo yokubulala;+ yaye kuya kufuneka bangcwabele eTofefe kuba kungekho ndawo yaneleyo.+
6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.