Yeremiya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Yeha ke abalusi abatshabalalisa nabachithachitha izimvu zedlelo lam!”+ utsho uYehova. Hezekile 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli. Profeta, uthi kubo, kubalusi abo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha abalusi bakwaSirayeli,+ abazondlayo bona ngokwabo!+ Asingomhlambi na abafanele bawondle abalusi?+ Zekariya 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekugqibeleni ndabatshayela abalusi abathathu ngenyanga enye,+ njengoko umphefumlo wam waphelelwa ngumonde kubo,+ nam ndanezothe emphefumlweni wabo.
2 “Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli. Profeta, uthi kubo, kubalusi abo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha abalusi bakwaSirayeli,+ abazondlayo bona ngokwabo!+ Asingomhlambi na abafanele bawondle abalusi?+
8 Ekugqibeleni ndabatshayela abalusi abathathu ngenyanga enye,+ njengoko umphefumlo wam waphelelwa ngumonde kubo,+ nam ndanezothe emphefumlweni wabo.