Isaya 40:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Njengomalusi iya kuwalusa umhlambi wayo.+ Ngengalo yayo iya kuqokelela ndawonye amatakane;+ iya kuwathwala ngesifuba sayo.+ Ezo zanyisayo iya kuzikhaphela ngenyameko.+ Yohane 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bakuba befumene isidlo sakusasa, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwezi?”+ Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi wena ukuba ndinomsa ngawe.”+ Wathi kuye: “Yondla iimvana zam.”+
11 Njengomalusi iya kuwalusa umhlambi wayo.+ Ngengalo yayo iya kuqokelela ndawonye amatakane;+ iya kuwathwala ngesifuba sayo.+ Ezo zanyisayo iya kuzikhaphela ngenyameko.+
15 Bakuba befumene isidlo sakusasa, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwezi?”+ Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi wena ukuba ndinomsa ngawe.”+ Wathi kuye: “Yondla iimvana zam.”+