IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 abathe kwabo babonayo, ‘Nize ningaboni,’ nakwabo banemibono bathi, ‘Nize ningabi nemibono yazo naziphi na izinto ezithe tye kuthi.+ Thethani kuthi izinto ezigudileyo; yibani nemibono yezinto zenkohliso.+

  • Yeremiya 5:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+

  • Yeremiya 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share