2 Kronike 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Isandla sikaTHIXO oyinyaniso sabakho kwaYuda ukuba abanike intliziyo+ ukuba benze umyalelo+ kakumkani neenkosana ngokombandela kaYehova.+ Yeremiya 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+ Yeremiya 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze basoloko bendoyika, kuze kulunge kubo nakoonyana babo emva kwabo.+
12 Isandla sikaTHIXO oyinyaniso sabakho kwaYuda ukuba abanike intliziyo+ ukuba benze umyalelo+ kakumkani neenkosana ngokombandela kaYehova.+
7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+
39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze basoloko bendoyika, kuze kulunge kubo nakoonyana babo emva kwabo.+