Yeremiya 28:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ndiza kubeka idyokhwe yentsimbi entanyeni yezi ntlanga zonke, ukuba zikhonze uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni;+ kwaye zimele zimkhonze.+ Namarhamncwa asendle ndiza kuwanikela kuye.”’”+ Daniyeli 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wena, kumkani, kumkani wookumkani, wena onikwe nguTHIXO wezulu ubukumkani,+ ukomelela, namandla nesidima,
14 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ndiza kubeka idyokhwe yentsimbi entanyeni yezi ntlanga zonke, ukuba zikhonze uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni;+ kwaye zimele zimkhonze.+ Namarhamncwa asendle ndiza kuwanikela kuye.”’”+
37 Wena, kumkani, kumkani wookumkani, wena onikwe nguTHIXO wezulu ubukumkani,+ ukomelela, namandla nesidima,