Isaya 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nasi isibhengezo nxamnye neBhabhiloni+ awasibonayo uIsaya unyana ka-Amotsi+ embonweni: Isaya 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 uphakamise le ntetho ingumzekeliso nxamnye nokumkani waseBhabhiloni, uthi: “Kwenzeke njani ukuba lowo uqweqwedisa abanye emsebenzini ayeke, ingcinezelo iphele!+ Isaya 47:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Yihla uze uhlale phantsi eluthulini,+ ntombi enyulu yaseBhabhiloni.+ Hlala phantsi emhlabeni apho kungekho trone,+ ntombi yamaKhaledi.+ Kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba ubuthathaka yaye uethe-ethe.+ Yeremiya 51:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndivusela iBhabhiloni+ nabemi baseLebhi-kamayi umoya owonakalisayo;+ Daniyeli 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Yiyo le intsingiselo yala magama: elithi MENE, lithetha ukuba uThixo uzibalile iintsuku zobukumkani bakho waza wabuphelisa.+ Daniyeli 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngabo kanye obo busuku wabulawa+ uBheleshatsare ukumkani wamaKhaledi,
4 uphakamise le ntetho ingumzekeliso nxamnye nokumkani waseBhabhiloni, uthi: “Kwenzeke njani ukuba lowo uqweqwedisa abanye emsebenzini ayeke, ingcinezelo iphele!+
47 Yihla uze uhlale phantsi eluthulini,+ ntombi enyulu yaseBhabhiloni.+ Hlala phantsi emhlabeni apho kungekho trone,+ ntombi yamaKhaledi.+ Kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba ubuthathaka yaye uethe-ethe.+
51 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndivusela iBhabhiloni+ nabemi baseLebhi-kamayi umoya owonakalisayo;+
26 “Yiyo le intsingiselo yala magama: elithi MENE, lithetha ukuba uThixo uzibalile iintsuku zobukumkani bakho waza wabuphelisa.+