Yeremiya 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngelo xesha kuya kuthiwa kwesi sizwana nakuyo iYerusalem: “Umoya olulophu womendo ohanjwe kakhulu entlango+ usendleleni eya kwintombi yabantu bam;+ asingowokwela, ungenguwo nowokucoca. Yeremiya 49:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ndiza kumzisela uElam imimoya yomine ivela kwiziphelo ezine zamazulu.+ Ndiza kubasasazela kuyo yonke le mimoya,+ yaye akuyi kubakho luhlanga bangayi kufika kulo abo baphangalalisiweyo+ bakwaElam.”
11 Ngelo xesha kuya kuthiwa kwesi sizwana nakuyo iYerusalem: “Umoya olulophu womendo ohanjwe kakhulu entlango+ usendleleni eya kwintombi yabantu bam;+ asingowokwela, ungenguwo nowokucoca.
36 Ndiza kumzisela uElam imimoya yomine ivela kwiziphelo ezine zamazulu.+ Ndiza kubasasazela kuyo yonke le mimoya,+ yaye akuyi kubakho luhlanga bangayi kufika kulo abo baphangalalisiweyo+ bakwaElam.”