15 Kanye njengoko wawunemihlali ngenxa yelifa lendlu kaSirayeli ngenxa yokuba yayiphanzisiwe, ndiya kwenza okufanayo nangawe.+ Uya kuba yinkangala ephanzileyo, mmandla weentaba wakwaSehire, kwanalo lonke elakwaEdom;+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova.’”+