Hezekile 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+ Hezekile 20:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yaye ndiza kunizisa kwintlango yezizwana+ ndize ndinigwebe apho ubuso ngobuso.+ Yoweli 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ndiza kuqokelela ndawonye zonke iintlanga+ ndize ndizihlisele entilini yakwaYehoshafati;+ kwaye ndiza kuzigweba ngenxa yabantu bam nelifa lam uSirayeli,+ ezithe zalichithachitha phakathi kweentlanga; zahlulelana ngelizwe lam.+
30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+
2 ndiza kuqokelela ndawonye zonke iintlanga+ ndize ndizihlisele entilini yakwaYehoshafati;+ kwaye ndiza kuzigweba ngenxa yabantu bam nelifa lam uSirayeli,+ ezithe zalichithachitha phakathi kweentlanga; zahlulelana ngelizwe lam.+