Yeremiya 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Ngoko ke ndiya kusukuzana ngokubhekele phaya nani,’+ utsho uYehova, ‘yaye ndiya kusukuzana noonyana boonyana benu.’+ Yeremiya 25:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘Ngokuqinisekileyo ingxolo iya kufikelela kweyona nxalenye ithe qelele yomhlaba, kuba uYehova ubambene neentlanga.+ Umele ngokobuqu agwebe inyama yonke.+ Ke bona abangendawo, umele abanikele ekreleni,’+ utsho uYehova. Hezekile 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+ Hoseya 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+
9 “‘Ngoko ke ndiya kusukuzana ngokubhekele phaya nani,’+ utsho uYehova, ‘yaye ndiya kusukuzana noonyana boonyana benu.’+
31 “‘Ngokuqinisekileyo ingxolo iya kufikelela kweyona nxalenye ithe qelele yomhlaba, kuba uYehova ubambene neentlanga.+ Umele ngokobuqu agwebe inyama yonke.+ Ke bona abangendawo, umele abanikele ekreleni,’+ utsho uYehova.
20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+
4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+