Genesis 38:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko wathi gu bucala waya kuye ngasendleleni waza wathi: “Khawuncede, undivumele ndibe neentlobano zokwazana nawe.”+ Ngokuba wayengazi ukuba ngumolokazana wakhe.+ Noko ke, wathi yena: “Wondinika ntoni na ngokuba neentlobano zokwazana nam?”+ IMizekeliso 23:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngokuqinisekileyo, kanye njengomphangi, uyalalela;+ yaye phakathi kwabantu uyawandisa amaqhophololo.+
16 Ngoko wathi gu bucala waya kuye ngasendleleni waza wathi: “Khawuncede, undivumele ndibe neentlobano zokwazana nawe.”+ Ngokuba wayengazi ukuba ngumolokazana wakhe.+ Noko ke, wathi yena: “Wondinika ntoni na ngokuba neentlobano zokwazana nam?”+
28 Ngokuqinisekileyo, kanye njengomphangi, uyalalela;+ yaye phakathi kwabantu uyawandisa amaqhophololo.+