Isaya 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+
33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+