INdumiso 103:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Akenzanga kuthi kanye ngokwezono zethu;+Engasiziseli noko kusifaneleyo ngokweziphoso zethu.+ Yeremiya 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 luze okunene olo hlanga lubuye ebubini balo endithethe nxamnye nabo,+ nam ndiza kuzisola ngenxa yentlekele endicinge ukuyiphumeza kulo.+ Yeremiya 36:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mhlawumbi abo bendlu kaYuda baya kuyiphulaphula yonke intlekele endicinga ukuyenza kubo,+ ukuze babuye, ngamnye endleleni yakhe embi,+ nokuze okunene ndisixolele isiphoso sabo nesono sabo.”+ Hezekile 18:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “‘Kuba andiyoliswa kukufa kofayo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova. ‘Ngoko zibuyiseni nize nihlale niphila.’”+ Yona 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na owaziyo ukuba uTHIXO oyinyaniso angajika azisole+ aze abuye ekuvutheni komsindo wakhe, ukuze singatshabalali?”+
8 luze okunene olo hlanga lubuye ebubini balo endithethe nxamnye nabo,+ nam ndiza kuzisola ngenxa yentlekele endicinge ukuyiphumeza kulo.+
3 Mhlawumbi abo bendlu kaYuda baya kuyiphulaphula yonke intlekele endicinga ukuyenza kubo,+ ukuze babuye, ngamnye endleleni yakhe embi,+ nokuze okunene ndisixolele isiphoso sabo nesono sabo.”+
32 “‘Kuba andiyoliswa kukufa kofayo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova. ‘Ngoko zibuyiseni nize nihlale niphila.’”+
9 Ngubani na owaziyo ukuba uTHIXO oyinyaniso angajika azisole+ aze abuye ekuvutheni komsindo wakhe, ukuze singatshabalali?”+