IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “Xa abantu bakho amaSirayeli besoyiswa phambi kotshaba,+ ngenxa yokuba baqhubeka bekona,+ baze babuyele kuwe+ balibonge igama lakho+ bathandaze+ yaye bacele ubabalo kuwe kule ndlu,+

  • Yeremiya 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Lungisani iindlela zenu nezenzo zenu, yaye ndiza kunigcina nihlala kule ndawo.+

  • Hezekile 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “‘Ke kaloku ngokubhekisele kongendawo, ukuba unokuthi abuye kuzo zonke izono azenzileyo+ aze okunene agcine yonke imimiselo yam, aphumeze okusesikweni nobulungisa,+ ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila. Akayi kufa.+

  • Hezekile 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” itsho iNkosi enguMongami uYehova, “andiyoliswa kukufa kongendawo,+ kodwa kukuba ongendawo abuye+ endleleni yakhe aze okunene ahlale ephila.+ Buyani, buyani ezindleleni zenu ezimbi,+ kuba kutheni na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+

  • Yona 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Abantu baseNineve bakholwa kuThixo,+ yaye babhengeza ukuba kuzilwe ukutya kwambathwe namarhonya,+ ukususela koyena mkhulu kuse koyena mncinane kubo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share