IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 29:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Kuba mna ndizazi kakuhle iingcamango endizicingayo ngani,’+ utsho uYehova, ‘iingcamango zoxolo, kungekhona ezentlekele,+ ukuba ndininike ikamva nethemba.+

  • IZililo 3:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuba akabaxhwalekisi okanye abenze babe buhlungu ngokuphuma entliziyweni yakhe oonyana babantu.+

  • Hezekile 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” itsho iNkosi enguMongami uYehova, “andiyoliswa kukufa kongendawo,+ kodwa kukuba ongendawo abuye+ endleleni yakhe aze okunene ahlale ephila.+ Buyani, buyani ezindleleni zenu ezimbi,+ kuba kutheni na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+

  • Luka 15:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngokukwanjalo, ndithi kuni, kubakho uvuyo phakathi kweengelosi zikaThixo ngenxa yomoni omnye oguqukayo.”+

  • 2 Petros 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share