Isaya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+ Yeremiya 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 nabo bonke ookumkani baseTire+ nabo bonke ookumkani baseSidon+ nabo bonke ookumkani besiqithi esikummandla wolwandle; Hezekile 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, ngenxa yokuba iTire+ ithe ngeYerusalem,+ ‘Heke! Zaphukile,+ iingcango zezizwana!+ Ngokuqinisekileyo utyekelo luya kuba ngakum. Ndiya kuzaliswa—yona iphanzisiwe,’+ Yoweli 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+ Amosi 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+
23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+
22 nabo bonke ookumkani baseTire+ nabo bonke ookumkani baseSidon+ nabo bonke ookumkani besiqithi esikummandla wolwandle;
2 “Nyana womntu, ngenxa yokuba iTire+ ithe ngeYerusalem,+ ‘Heke! Zaphukile,+ iingcango zezizwana!+ Ngokuqinisekileyo utyekelo luya kuba ngakum. Ndiya kuzaliswa—yona iphanzisiwe,’+
4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+
9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+