Isaya 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yiba neentloni, Sidon,+ ngenxa yokuba ulwandle, igwiba lolwandle, lithe: “Andibanga nanimba, yaye andikhange ndizale, ndingakhulisanga bafana, nantombi zinyulu.”+ Yeremiya 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye umele uzithumele kukumkani wakwaEdom+ nakukumkani wakwaMowabhi+ nakukumkani woonyana baka-Amoni+ nakukumkani waseTire+ nakukumkani wakwaSidon+ ngesandla sabathunywa abeza eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda. Hezekile 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho eSidon,+ uprofete ngayo.
4 Yiba neentloni, Sidon,+ ngenxa yokuba ulwandle, igwiba lolwandle, lithe: “Andibanga nanimba, yaye andikhange ndizale, ndingakhulisanga bafana, nantombi zinyulu.”+
3 Yaye umele uzithumele kukumkani wakwaEdom+ nakukumkani wakwaMowabhi+ nakukumkani woonyana baka-Amoni+ nakukumkani waseTire+ nakukumkani wakwaSidon+ ngesandla sabathunywa abeza eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda.