IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+

  • Yeremiya 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Niya kuthi ke, ‘Kungenxa yasiphi na isibakala le nto uYehova uThixo wethu enze zonke ezi zinto kuthi?’+ Uze uthi ke kubo, ‘Kanye njengoko nindishiyile naza naya kukhonza uthixo wasemzini kwilizwe lenu, ngokunjalo niya kukhonza abasemzini kwilizwe elingelolenu.’”+

  • Yeremiya 27:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwaye zonke iintlanga zimele zikhonze yena+ kanye nonyana wakhe nomzukulwana wakhe kude kufike ixesha lelizwe lakhe,+ yaye iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu bamele bamxhaphaze njengesicaka.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share