IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 13:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Wathi yena kuye: “Nam ndingumprofeti njengawe, yaye ingelosi+ ithethile kum ngelizwi likaYehova, isithi, ‘Buya naye niye endlwini yakho ukuze adle isonka asele namanzi.’” (Wamkhohlisa.)+

  • 2 Kronike 18:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo+ zentsimbi waza wathi: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Ngezi uya kuwatyhala ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”+

  • Yeremiya 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+

  • Yeremiya 29:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba ‘baniprofetela ubuxoki egameni lam. Andibathumanga,’+ utsho uYehova.”’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share