Yeremiya 52:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Aba ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ waza wababulala eRibhela+ kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+
27 Aba ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ waza wababulala eRibhela+ kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+