IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ogcinela amawaka ububele bothando,+ oxolela isiphoso nokunxaxha nesono,+ ongakhe amenze msulwa ofanelwe sisohlwayo,+ osivelelayo isiphoso sooyise koonyana nakubazukulwana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.”+

  • INdumiso 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Owu Yehova, ungandohlwayi usemsindweni,+

      Ungandilungisi ucaphukile.+

  • Yeremiya 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Noko ke, ndilungise, Yehova, ngomgwebo;+ kungekhona ngomsindo wakho,+ ukuze ungandinciphisi ndingabi nto yanto.+

  • Yeremiya 46:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Wena ke, musa ukoyika, Yakobi mkhonzi wam,’ utsho uYehova, ‘kuba ndinawe.+ Ndiya kuzitshabalalisa zonke iintlanga endikusasazele kuzo,+ kodwa wena andiyi kukutshabalalisa.+ Kodwa ndiya kukubetha ngomlinganiselo ofanelekileyo,+ andiyi kukushiya ungohlwaywanga ngokupheleleyo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share