IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 43:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiya kuthi kumntla,+ ‘Khupha!’ nakumzantsi ndithi, ‘Musa ukunqanda. Zisa oonyana bam abavela kude, neentombi zam ezivela esiphelweni somhlaba,+

  • Yeremiya 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Hamba, ubhengeze la mazwi emntla+ uze uthi:

      “‘“Buya, Sirayeli okreqileyo,” utsho uYehova.’+ ‘“Andiyi kubusanganisa ubuso bam kuni,+ kuba ndinyanisekile,”+ utsho uYehova.’ ‘“Andiyi kuhlala ndicaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • Yeremiya 23:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share