IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+

  • Yeremiya 23:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+

  • Yeremiya 31:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yabona, ndiyabazisa bevela kwilizwe lasemntla,+ yaye ndiza kubaqokelela ndawonye bevela kweyona mimandla ithe qelelele yomhlaba.+ Phakathi kwabo kuya kubakho imfama nesiqhwala, umfazi omithiyo nalowo uzalayo, xa bebonke.+ Baya kubuyela apha belibandla elikhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share