Yeremiya 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiza kuvelisa phezu kwazo abalusi abaya kuzalusa;+ yaye aziyi koyika kwakhona, zingayi kungenwa lulo naluphi na unkwantyo,+ kungekho nanye eya kulahleka,” utsho uYehova. Hezekile 34:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndiya kuvelisa phezu kwazo umalusi omnye, yaye umele azondle,+ umkhonzi wam kanye uDavide.+ Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo.+ Efese 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye bambi wabanika ukuba babe ngabapostile,+ bambi babe ngabaprofeti,+ bambi babe ngabavangeli,+ bambi babe ngabalusi nabafundisi,+
4 Ndiza kuvelisa phezu kwazo abalusi abaya kuzalusa;+ yaye aziyi koyika kwakhona, zingayi kungenwa lulo naluphi na unkwantyo,+ kungekho nanye eya kulahleka,” utsho uYehova.
23 Ndiya kuvelisa phezu kwazo umalusi omnye, yaye umele azondle,+ umkhonzi wam kanye uDavide.+ Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo.+
11 Yaye bambi wabanika ukuba babe ngabapostile,+ bambi babe ngabaprofeti,+ bambi babe ngabavangeli,+ bambi babe ngabalusi nabafundisi,+