Yeremiya 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiza kuninika abalusi ngokuvumelana nentliziyo yam,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kunondla ngolwazi nangengqiqo.+ Yohane 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bakuba befumene isidlo sakusasa, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwezi?”+ Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi wena ukuba ndinomsa ngawe.”+ Wathi kuye: “Yondla iimvana zam.”+ IZenzo 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Zilumkeleni+ nina+ nawo wonke umhlambi,+ ekuthe phakathi kwawo umoya oyingcwele wanimisela nangabaveleli,+ ukuba nilaluse ibandla likaThixo,+ elo walithenga ngegazi+ lowakhe uNyana. 1 Petros 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;
15 Ndiza kuninika abalusi ngokuvumelana nentliziyo yam,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kunondla ngolwazi nangengqiqo.+
15 Bakuba befumene isidlo sakusasa, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwezi?”+ Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi wena ukuba ndinomsa ngawe.”+ Wathi kuye: “Yondla iimvana zam.”+
28 Zilumkeleni+ nina+ nawo wonke umhlambi,+ ekuthe phakathi kwawo umoya oyingcwele wanimisela nangabaveleli,+ ukuba nilaluse ibandla likaThixo,+ elo walithenga ngegazi+ lowakhe uNyana.
2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;