Hezekile 37:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘“Nomkhonzi wam uDavide uya kuba ngukumkani phezu kwabo,+ yaye bonke baya kuba nomalusi omnye;+ baya kuhamba ngezigwebo zam,+ nemimiselo yam baya kuyigcina,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyenza.+ Hoseya 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+
24 “‘“Nomkhonzi wam uDavide uya kuba ngukumkani phezu kwabo,+ yaye bonke baya kuba nomalusi omnye;+ baya kuhamba ngezigwebo zam,+ nemimiselo yam baya kuyigcina,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyenza.+
5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+