Nehemiya 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye ekusungulweni+ kodonga lwaseYerusalem kwafunwa abaLevi, ukuba bakhutshwe kuzo zonke iindawo zabo baye eYerusalem ukuze kusungulwe ngemihlali nangemibulelo+ nangengoma,+ amacangci nemirhubhe+ nangeehadi.+ Isaya 44:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+ Yeremiya 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+
27 Kwaye ekusungulweni+ kodonga lwaseYerusalem kwafunwa abaLevi, ukuba bakhutshwe kuzo zonke iindawo zabo baye eYerusalem ukuze kusungulwe ngemihlali nangemibulelo+ nangengoma,+ amacangci nemirhubhe+ nangeehadi.+
28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+
18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+