Yeremiya 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndathetha kuwe ebudeni bokungabi naxhala kwakho.+ Wathi, ‘Andiyi kuthobela.’+ Ibiyindlela yakho le ukususela ebutsheni bakho, kuba akuzange ulithobele ilizwi lam.+ Hezekile 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Baqala bazenza oonongogo eYiputa.+ Ebutsheni babo baba ngoonongogo.+ Amabele abo acofwa apho,+ zacinezelwa izifuba zobunyulu babo.
21 Ndathetha kuwe ebudeni bokungabi naxhala kwakho.+ Wathi, ‘Andiyi kuthobela.’+ Ibiyindlela yakho le ukususela ebutsheni bakho, kuba akuzange ulithobele ilizwi lam.+
3 Baqala bazenza oonongogo eYiputa.+ Ebutsheni babo baba ngoonongogo.+ Amabele abo acofwa apho,+ zacinezelwa izifuba zobunyulu babo.