1 Kumkani 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kungoko awathi uSolomon wamakhela indawo ephakamileyo+ uKemoshe+ into elizothe+ yakwaMowabhi kwintaba+ eyayiphambi+ kweYerusalem, noMoleki into elizothe yoonyana baka-Amoni. 2 Kumkani 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+ Zefaniya 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yeha lowo uvukelayo nozingcolisayo, isixeko esicinezelayo!+
7 Kungoko awathi uSolomon wamakhela indawo ephakamileyo+ uKemoshe+ into elizothe+ yakwaMowabhi kwintaba+ eyayiphambi+ kweYerusalem, noMoleki into elizothe yoonyana baka-Amoni.
4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+