2 Kumkani 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa uYehova wathi: “NoYuda+ ndiya kumshenxisa phambi kwam,+ kanye njengoko ndimshenxisile uSirayeli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kusigatya esi sixeko ndisinyulileyo, yona kanye iYerusalem, nendlu endithe ngayo, ‘Igama lam liya kuqhubeka lilapho.’”+ 2 Kumkani 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oko kwenzeka nxamnye noYuda ngokomyalelo kaYehova, ukuze amshenxise+ phambi kwakhe ngenxa yezono zikaManase,+ ngako konke oko wakwenzayo; IZililo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 IYerusalem yone ngokucacileyo.+ Kungenxa yoko le nto iye yaba yinto eyenyanyekayo.+Bonke ababeyiphatha ngembeko bayicukucezile,+ kuba babubonile ubuze bayo.+Kanjalo iyancwina+ ize ijike.
27 Kodwa uYehova wathi: “NoYuda+ ndiya kumshenxisa phambi kwam,+ kanye njengoko ndimshenxisile uSirayeli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kusigatya esi sixeko ndisinyulileyo, yona kanye iYerusalem, nendlu endithe ngayo, ‘Igama lam liya kuqhubeka lilapho.’”+
3 Oko kwenzeka nxamnye noYuda ngokomyalelo kaYehova, ukuze amshenxise+ phambi kwakhe ngenxa yezono zikaManase,+ ngako konke oko wakwenzayo;
8 IYerusalem yone ngokucacileyo.+ Kungenxa yoko le nto iye yaba yinto eyenyanyekayo.+Bonke ababeyiphatha ngembeko bayicukucezile,+ kuba babubonile ubuze bayo.+Kanjalo iyancwina+ ize ijike.