IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko ke uYehova waba nomsindo kakhulu+ nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamshenxisa phambi kwakhe.+ Akazange ashiye namnye ngaphandle kwesizwe sakwaYuda sodwa.+

  • 2 Kumkani 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Emva koko ukumkani waseAsiriya+ wathabathela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya waza wambeka eHala+ naseHabhore+ kuMlambo iGozan nakwizixeko zamaMedi,+

  • 2 Kumkani 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kolulela eYerusalem ulutya lokulinganisa+ olwalusetyenziswe eSamariya+ nesixhobo sokulinganisa esasisetyenziswe endlwini ka-Ahabhi;+ ndiya kuyisula+ icoceke iYerusalem kanye njengoko ubani esisula sicoceke isitya esingenamqheba, esisula sicoceke aze asiqubude.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share