IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Naxa uya kuthi entliziyweni yakho,+‘Kutheni na ndisehlelwa zezi zinto nje?’+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho imibhinqo yakho ihlutyiwe;+ izithende zakho ziphethwe ngogonyamelo.

  • Yeremiya 13:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Nam ndiya kuyiphakamisela ebusweni bakho imibhinqo yakho, kwaye ngokuqinisekileyo liya kubonwa ihlazo lakho,+

  • Hezekile 16:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+

  • Hezekile 23:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Bamele bakuthabathele inyathelo benentiyo baze bayithabathe yonke imveliso yokuxhamleka kwakho bakushiye uze kwaye unganxibanga;+ yaye ubuze bezenzo zakho zohenyuzo nehambo yakho evakalala nezenzo zakho zobunongogo zimele zityhileke.+

  • Hoseya 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke kaloku ndiya kubutyhila ubuze bakhe emehlweni ezithandwa zakhe,+ yaye akuyi kubakho umxhwilayo esandleni sam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share