1 Kumkani 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye uSolomon waqalisa ukulandela uAshtoreti+ uthixokazi wamaSidon noMilkom+ into elizothe yama-Amoni. 2 Kumkani 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.
5 Kwaye uSolomon waqalisa ukulandela uAshtoreti+ uthixokazi wamaSidon noMilkom+ into elizothe yama-Amoni.
10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.