2 Kronike 33:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+ Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+ Yeremiya 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+
6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+