IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngokuvisisana nokwenza kwabo konke abakwenzileyo ukususela mini ndabanyusayo eYiputa+ kwada kwaba yile mini ngokuba babemana bendishiya+ baze bakhonze abanye oothixo,+ benza ngaloo ndlela nakuwe.

  • 2 Kumkani 17:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kwaye abazange baphulaphule kodwa baqhubeka bezenza lukhuni iintamo+ zabo njengeentamo zookhokho babo abangazange babonise ukholo+ kuYehova uThixo wabo;

  • Nehemiya 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Nangona wawunikela ubungqina+ nxamnye nabo ukuze ubabuyisele emthethweni wakho,+ bona babekhukhumala+ bangayiphulaphuli imiyalelo yakho; yaye babesona+ nxamnye nemimiselo+ yakho, leyo, ukuba umntu uza kuyenza, amele aphile ngayo.+ Kwaye baqhubeka bekwenzela iinkani,+ bazenza lukhuni iintamo zabo,+ yaye abazange baphulaphule.+

  • Yeremiya 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kodwa abazange bandiphulaphule, yaye abazange bayithobe indlebe yabo,+ kodwa baqhubeka beyenza lukhuni intamo yabo.+ Benza okubi ngakumbi kunookhokho babo!+

  • Zekariya 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share