IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:65
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 65 Yaye akusayi kuba nako ukonwaba phakathi kwezo ntlanga,+ ingabi nakuphumla intende yonyawo lwakho; akunike khona apho uYehova ukungcangcazela kwentliziyo+ nokufiphala kwamehlo+ nokuphelelwa lithemba komphefumlo.

  • Yeremiya 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ndiza kubanikela kwizikumkani zonke zomhlaba+ ukuba bangcangcazeliswe ngenxa kaManase unyana kaHezekiya, ukumkani wakwaYuda, ngenxa yoko wakwenzayo eYerusalem.+

  • Yeremiya 29:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Ndiza kubasukela ngekrele, ngendlala nangendyikitya yokufa, ndibanikele ukuba bangcangcazeliswe zizo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe sisiqalekiso nento yokukhwankqiswa nento eyenza abantu babethe umlozi nongcikivo phakathi kweentlanga zonke ngokuqinisekileyo endiya kubasasazela kuzo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share